Udaniyeli 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndasiva isandi samazwi ayo; ndakusiva ke isandi samazwi ayo, ndawa mna, ndawa isiduli ngobuso, ubuso bam bubheke emhlabeni.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:6-14