Udaniyeli 10:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ndasala ndedwa, ndayibona le mbonakalo inkulu, ndaphelelwa ngamandla, nebala lobuso bam lasuka lajika, lonakala kum, ndaphelelwa ngamandla.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:1-13