Kwabaseroma 9:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nakuba abantwana babengekazalwa, bengekenzi nto nelungileyo nembi, ukuze ingqibo kaThixo ngokonyulo ihlale ihleli, ingengokwasemisebenzini, ingokwalowo ubizayo:

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:7-18