Kwabaseroma 9:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Alipheli apho ke; kwathi nakuRebheka, akubon' ukuba ukhawule ngamnye, ngoIsake ubawo wethu,

11. nakuba abantwana babengekazalwa, bengekenzi nto nelungileyo nembi, ukuze ingqibo kaThixo ngokonyulo ihlale ihleli, ingengokwasemisebenzini, ingokwalowo ubizayo:

12. kwathiwa kuye, Omkhulu uya kukhonza komnci;

Kwabaseroma 9