Kwabaseroma 8:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na oya kusahlula eluthandweni lukaKristu? Yimbandezelo na, luxinaniso na, yintshutshiso na, yindlala na, bubuze na, yingozi na, likrele na?

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:31-37