Kwabaseroma 8:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na ogwebayo, inguKristu nje owafayo? ngaphezu koko ke, wabuya wavuka; ongasekunene kukaThixo, osithethelelayo?

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:31-39