Kwabaseroma 5:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba, xa kwathi ngesiphoso salowo mnye ukufa kwalawula ngalowo mnye, kokukhona baya kuthi aba bakwamkelàyo ukuphuphuma kobabalo, noko kuphiwa ubulungisa, babe nokulawula ebomini ngaye lo umnye, uYesu Kristu.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:16-21