Kwabaseroma 5:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo sona isipho asinjengokuba kwaba njalo ngalowo mnye wonayo. Kuba okunene isigwebo seza ngenxa yalowo mnye, sesa ekugwetyweni; ke sona isibabalo seza ngenxa yeziphoso ezininzi, sesa ekugwetyelweni.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:9-19