Kwabaseroma 16:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UThixo ke woxolo uya kumtyumza uSathana kamsinya phantsi kweenyawo zenu.Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nani.

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:16-27