Kwabaseroma 16:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ukululama kwenu kuye kwafika kubo bonke. Ndiyavuya ngoko ngani; ndinga ke ningaba ngabalumkileyo okunene kokulungileyo; kodwa nibe ngabangenabuqhinga kokubi.

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:9-27