Kwabaseroma 15:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndithi kwakholeka kubo, kuba kakade banetyala kubo. Kuba iintlanga, xa zadlelanayo nabo ngezinto zabo ezizezomoya, zifanele ukubabusela ngezizezenyama.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:21-29