Kwabaseroma 15:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kwakholeka kwabelaseMakedoni nabelaseAkaya, ukuba badlelane namahlwempu abo bangcwele baseYerusalem ngokuwupha okuthile.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:22-33