Kwabaseroma 14:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ke umzalwana wakho wenziwa buhlungu ngenxa yokusuka udle, akusahambi ngokothando. Musa ukumtshabalalisa ngokudla kwakho, yena lowo uKristu wamfelayo.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:14-17