Kwabaseroma 14:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiyazi, ndeyisekile, ndiseNkosini uYesu nje, ukuba akukho nto iyinqambi ngokwayo; kodwa ke kuye obalela into ekuthini iyinqambi, kulowo iyinqambi.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:9-19