Kwabaseroma 14:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Lowo ke uswele amandla elukholweni, mamkeleni, kodwa ke kungabi ngokucalula zicamango.

2. Omnye okunene uyakholwa ukuba angàzidla izinto zonke; kodwa yena oswele amandla udla imifuno yodwa.

Kwabaseroma 14