Kwabaseroma 14:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Omnye okunene uyakholwa ukuba angàzidla izinto zonke; kodwa yena oswele amandla udla imifuno yodwa.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:1-3