Kwabaseroma 12:20-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. Ngoko ke, ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ludle; ukuba lunxaniwe, luseze; kuba ngokwenjenjalo ke, woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.

21. Musa ukweyiswa bububi; boyise ububi ngokulungileyo.

Kwabaseroma 12