Kwabaseroma 12:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke, ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ludle; ukuba lunxaniwe, luseze; kuba ngokwenjenjalo ke, woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.

Kwabaseroma 12

Kwabaseroma 12:12-21