Kwabaseroma 12:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukuziphindezelela, zint'anda; yikhweleleni ingqumbo; kuba kubhaliwe kwathiwa, Impindezelo yeyam, kuya kubuyekeza mna, itsho iNkosi.

Kwabaseroma 12

Kwabaseroma 12:12-21