Kwabaseroma 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

njengokuba kubhaliwe kwathiwa, UThixo ubanike umoya wokuqoba, amehlo okuba bangaboni, neendlebe zokuba bangeva, kwada kwaba yimini yanamhla.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:3-10