Kwabaseroma 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthiweni na ngoko? Kuthiwe, Khona oko akungxameleyo amaSirayeli akakufumananga; ke abanyuliweyo bakufumana, bathi ke abanye baqaqadekiswa;

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:1-17