Kwabaseroma 10:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bothini na ke ukushumayela, bengathunywanga? Njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Hayi, ukuba zintle kwazo iinyawo zabashumayela iindaba ezilungileyo zoxolo, zabashumayela iindaba ezilungileyo zezinto ezilungileyo!(UIsaya 52:7)

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:11-21