Kwabaseroma 10:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bothini na ke ukumnqula lowo bangakholwanga kuye? Bothini na ke ukukholwa kulowo bangamvanga? Bothini na ke ukuva, kungekho mshumayeli?

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:11-21