Kwabasefilipi 2:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze nibe ngabangenakusoleka, abangenabuqhinga; nibe ngabantwana bakaThixo abangenakubekwa bala esazulwini sesizukulwana esigoso, esigwenxa; enithi phakathi kwabo nibonakale ninjengezikhanyiso ehlabathini,

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:8-18