Kwabase-Efese 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintánda;

2. nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.

Kwabase-Efese 5