Kwabase-Efese 5:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:1-9