Kumahebhere 9:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kwakhiwa umnquba lowo. Igumbi lokuqala lalinesiphatho sezibane, kwanetafile, nesiboniso sezonka; lona kuthiwa yingcwele.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:1-6