Kumahebhere 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokholo uAbraham wathi, akubizwa, wakululamela ukuba aphume, aye kuloo ndawo abeza kuyamkela ukuba ibe lilifa; waphuma ke, engazi kakuhle nalapho aya khona.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:1-17