Kumahebhere 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokholo uNowa, ehlatyelwe nguThixo ngazo izinto ebezingekabonwa, wathi ngokoyika uThixo wawakha umkhombe wokusindisa indlu yakhe, awathi ngalo waligweba ihlabathi, waba yindlalifa yobulungisa obungokokholo.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:6-8