Kumagalati 3:3-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Ninje na ukuswela ukuqonda? Nakuba niqale kuMoya, ngoku nigqibela kwinyama na?

4. Izinto ezinzima kangaka nafumana naziva na? ukuba kanti benifumana nisenza.

5. Lowo ngoko ùniphayo uMoya, ùsebenza imisebenzi yamandla kuni, úkwenza oko ngokwasemisebenzini yomthetho, úkwenza ngokwasezindabeni zokholo, kusini na?

Kumagalati 3