Lowo ngoko ùniphayo uMoya, ùsebenza imisebenzi yamandla kuni, úkwenza oko ngokwasemisebenzini yomthetho, úkwenza ngokwasezindabeni zokholo, kusini na?