Kumagalati 2:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa ke yabazalwana ababuxoki, abangeniswáyo bucala, bona bangena ngokunyebeleza, besiza kuhlola inkululeko yethu esinayo kuKristu Yesu, ukuze basithobele ebukhobokeni.

Kumagalati 2

Kumagalati 2:1-5