Kumagalati 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.

Kumagalati 1

Kumagalati 1:2-14