Izililo 2:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndíkungqinele, ngantoni na? Ndíkufànekise nantoni na, ntombi yaseYerusalem?Ndíkulingànise nantoni na, ukuze ndikuthuthuzele, ntombindini iyintombi, inguZiyon?Ngokuba kukhulu ngangolwandle ukwaphuka kwakho; ngubani na onokukuphilisa?

Izililo 2

Izililo 2:11-15