Bamana ukuthi koonina, Iphi na ingqolowa newayini?Ekutyhafeni kwabo njengabangxwelerhiweyo ezitratweni zomzi,Ekuziphalazeni kwemiphefumlo yabo esifubeni sonina.