Bonke abantu bayo bayancwina, befuna isonka;Barholé izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yesonka, ukuze bawubuyise umphefumlo;Bóna, Yehova, ukhangele, ukuba ndisuke ndacukucezeka.