Izililo 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umbandezeli usolule isandla sakhe phezu kwezinto zayo zonke ezinqwenelekayo;Kuba ibona iintlanga zingené engcweleni yayo,Owawuwise umthetho wena, ukuba zingangeni ebandleni lakho.

Izililo 1

Izililo 1:1-11