Izenzo 9:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UBharnabhas ke wamthabatha wamsa kubapostile,* wabacacisela ukuyibona kwakhe iNkosi endleleni, nokuba yathetha naye, nokuthetha kwakhe ngokungafihlisiyo eDamasko egameni likaYesu.

Izenzo 9

Izenzo 9:19-35