Izenzo 3:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akukubona ke oko uPetros, waphendula wathi kubo abantu, Madoda, maSirayeli, yini na ukuba nimangaliswe yile nto? Kanjalo yini na ukuba nisijonge, ngathi simenzé wahamba ngawethu amandla, nangokwethu ukuhlonela uThixo?

Izenzo 3

Izenzo 3:6-14