Izenzo 3:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, sakubon' ukuba isiqhwala esiphilisiweyo sibabambe ngesandla ooPetros noYohane, bonke abantu babalekela kubo evarandeni* ekuthiwa yekaSolomon, beqhiphuke umbilini kakubi.

Izenzo 3

Izenzo 3:2-19