Izenzo 25:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uFesto, Agripa kumkani, nani nonke madoda akhoyo nathi, niyambona lo mntu, ethe yonke inkitha yamaYuda yasingisa kum ngaye, naseYerusalem nalapha, ibhomboloza kakhulu isithi, akasafanele kudla ubomi;

Izenzo 25

Izenzo 25:18-26