Izenzo 13:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akumkhupha yena, wabavelisela uDavide, wangukumkani; awamngqinelayo kanjalo, wathi, Ndimfumene uDavide okaYese, indoda engantliziyo yam, eya kukwenza konke ukuthanda kwam.

Izenzo 13

Izenzo 13:18-28