Izenzo 13:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva koko bacela ukumkani, uThixo wabanika uSawule, unyana kaKishe, indoda yesizwe sakwaBhenjamin, iminyaka emashumi mané.

Izenzo 13

Izenzo 13:16-31