Inumeri 3:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke ke ababalwáyo bakwaLevi, ababalwáyo nguMoses noAron ngokomlomo kaYehova, ngokwemizalwane yabo, yonke into eyindoda, ethabathela kunyana onyanga-nye inyuse: ngamashumi amabini anamabini amawaka.

Inumeri 3

Inumeri 3:37-46