Inumeri 3:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abomisa iintente phambi komnquba ngasempumalanga, phambi kwentente yokuhlangana, nguMoses, noAron, noonyana bakhe, abagcina isigxina sengcwele, ngokwesigxina soonyana bakaSirayeli. Owasemzini osondelayo makabulawe.

Inumeri 3

Inumeri 3:35-47