Inumeri 26:64-65 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

64. Ke kwabo kube kungasekho mntu wababebalwe ngooMoses noAron umbingeleli, abababaláyo oonyana bakaSirayeli entlango yeSinayi.

65. Ngokuba uYehova ebethe kubo, Mabafele bona entlango kanye. Akwasala namnye ke kubo, ingenguKalebhi unyana kaYefune, noYoshuwa unyana kaNun.

Inumeri 26