Inumeri 25:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngokuba wona anibandezele ngamayelenqe awo abewenzile kuni, ngenxa yendawo kaPehore, nangenxa yendawo kaKozibhi, intombi yenkulu yakwaMidiyan, udade wabo, owahlatywa ngomhla wesibetho ngenxa yendawo kaPehore.

Inumeri 25

Inumeri 25:16-18