Inumeri 23:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba, ndisencotsheni yamawa, ndiyambona;Ndisezindulini, ndibonisela yena.Yabona, ngabantu abahlala bodwa,Àbabalelwa phakathi kwazo iintlanga.

Inumeri 23

Inumeri 23:6-11