Ngubani na ongalubalayo uthuli lwakwaYakobi,Nesahlulo sesiné sakwaSirayeli ngokwenani?Umphefumlo wam mawufe ukufa kwabathe tye,Ukuphela kwam kube njengokwabo!