Inumeri 21:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathetha abantu ngoThixo nangoMoses, bathi, Yini na ukuba nisinyuse eYiputa, size kufela entlango? Ngokuba tu isonka, tu namanzi; umphefumlo wethu ukruqukile sesi sonka sinkatshunkatshu.

Inumeri 21

Inumeri 21:1-14